Isishwankathelo se-90-90-90 Umqulu wesi-4: Ukuba sempilweni kwam, ukuba sempilweni kwethu: Isikhokelo samalungu asekuhlaleni malunga nempilo elungileyo kwanokuzigcina usempilweni xa unesifo sexesha elide (chronic illness)

Health Systems Trust

Ukuba sempilweni lilungelo lethu singabantu. Zininzi izinto esingazenza singabantu kwakunye nabahlali ukuzigcina sisempilweni kangangoko. Oku kuya kuqinisekisa ukuba singakwazi ukuphila impilo ende enolonwabo kwaye sinakekele abo sibathandayo.

Izifo ezifana neHIV ne-AIDS, isifo sephepha (TB), uxinzelelo oluphezulu lwegazi (‘ihigh-high’) nesifo seswekile (‘iswekile’) zingasenza ukuba sigule kakhulu, kwaye ukuba ngaba akukho nyango silufumanayo, singade sife ngenxa yezi zifo.

UMzantsi Afrika uzamkele iinqobo ze-90-90-90 ngokunxulumene nezi zifo. Oku kuthetha ukuba xa ngaba i-90% (abantu abalithoba kwabali-10) yabantu abaneHIV neTB bayasazi isimo sabo sezempilo, bafumane unyango kwaye baqhubeke nokuthatha amayeza, oku kuya kunceda ukuthintela ukusasazeka kwezifo futhi kugcine abantu besempilweni.

November 15, 2018
Year of publication
2018
Resource types
Programmatic guidance, Tools
Countries
Tags
Health Systems Trust, 90-90-90 targets, caregivers, community-based organizations, community health workers (CHWs), faith-based organizations (FBOs)

Similar Resources

This first volume of the 90-90-90 Compendium is targeted at a wide range of readers in South Africa, including community members and/or politicians with no medical background.

This volume of Health Systems Trust’s 90-90-90 Compendium offers a handy resource for community health workers and caregivers, community-based and faith-based organisations, and other networked associations, to share with community members about their role in combating the HIV epidemic.

Ukuba nempilo kuyilungelo lethu njengabantu. Kunezinto eziningi esingazenza njengabantu ngabodwana kanye nemiphakathi ukuze sihlale siphile ngendlela esingakwazi ukuthi senze ngayo.

The purpose of this guide is to provide a resource for clinicians on the ground who manage HIV and TB clients on a daily basis.

This volume of Health Systems Trust’s 90-90-90 Compendium offers a handy resource for community health workers and caregivers, community-based and faith-based organisations, and other networked associations, to share with community members about good health and staying healthy with chronic illnes

This guide is one of a series of good practice guides, and contains information, strategies and resources to help HIV programmers implement HIV programming for adolescents.

Malawi, like other countries with a generalized HIV epidemic, is striving to reach the ambitious targets set by UNAIDS known as the three 90's for testing, provision of antiretroviral therapy and viral suppression.

Information from community-based health programs is important for understanding what HIV programs are doing to test, treat, and retain in care people who are living with HIV.

BACKGROUND:

Attrition along the HIV care continuum slows gains in mitigating the South African HIV epidemic. Understanding population-level gaps in HIV identification, linkage, retention in care and viral suppression is critical to target programming.

This article is featured in the SHARE Research Digest. Click here to learn more.